1 Usamuweli 4:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabaleka indoda yakwaBhenjamin, ivela emkhosini, yafika eShilo kwangaloo mini, iingubo zayo zikrazukile, inomhlaba entloko.

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:3-22