1 Usamuweli 31:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaFilisti ke ayesilwa namaSirayeli; asaba amadoda akwaSirayeli phambi kwamaFilisti, awa angxwelerhiweyo ezintabeni zeGilibhowa.

1 Usamuweli 31

1 Usamuweli 31:1-4