1 Usamuweli 30:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabandezeleka kunene uDavide; ngokuba abantu babethetha ngokumxuluba ngamatye; kuba umphefumlo wabantu bonke ubukrakra, elowo ngenxa yoonyana bakhe nangenxa yeentombi zakhe. Ke uDavide wazomelezela kuYehova uThixo wakhe.

1 Usamuweli 30

1 Usamuweli 30:1-12