1 Usamuweli 30:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika ke uDavide kulaa madoda angamakhulu mabini abephelelwe, abengenakumlandela uDavide, awayewashiye emlanjaneni oyiBhesore. Aphuma aya kumkhawulela uDavide aya kubakhawulela abantu ababenaye. UDavide wafika ebantwini, wababuza ukuphila kwabo.

1 Usamuweli 30

1 Usamuweli 30:16-27