1 Usamuweli 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waqokela uYehova wambiza uSamuweli. Wavuka uSamuweli, waya kuEli, wathi, Ndilapha; ngokuba undibizile. Wathi yena, Andikubizanga, nyana wam; buya uye kulala.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:1-9