1 Usamuweli 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuSamuweli, Uyabona, ndènza into kwaSirayeli eya kubetha zithi nzwi iindlebe zombini zabantu bonke abaya kuyiva.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:8-20