1 Usamuweli 29:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAkishe, Ndenzé ntoni na? Ùfumene ntoni na kumkhonzi wakho, kuthabathela kumhla wokubakho kwam phambi kwakho, kuzise kule mini, ukuba ndingayi nje, ndilwe neentshaba zenkosi yam ukumkani?

1 Usamuweli 29

1 Usamuweli 29:7-10