1 Usamuweli 29:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bavuka ke kusasa uDavide, yena namadoda akhe, bahamba kwakusasa, babuyela ezweni lamaFilisti. AmaFilisti enyuka ke, aya eYizereli.

1 Usamuweli 29

1 Usamuweli 29:8-11