1 Usamuweli 28:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USawule wazenza mntu wumbi, wambatha ngubo zimbi, waya enamadoda amabini. Baya bafika kwinkazana leyo ebusuku. Wathi, Khawundivumisele ngeshologu lakho, undinyusele lowo ndiya kuthetha yena kuwe.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:7-15