1 Usamuweli 28:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawa kwaoko uSawule emhlabeni, waqungquluza, woyika kunene ngamazwi kaSamuweli; akwabakho namandla kuye; ngokuba ubengadlanga kudla imini yonke nobusuku bonke.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:16-22