1 Usamuweli 28:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Únjani na ukumila kwawo? Yathi inkazana, Kunyuke indoda enkulu, ithe wambu ingubo yokwaleka. Wazi ke uSawule ukuba nguSamuweli lowo. Wathoba ngobuso emhlabeni, waqubuda.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:10-15