1 Usamuweli 27:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku wenyuka uDavide namadoda akhe, bawangenela amaGeshure, namaGezere, nama-Amaleki; ngokuba abo bebengabemi belizwe elo, bekuhanjwa kulo ukuyiwa eShure, kuyiwe nasezweni laseYiputa, kususela kwakudala.

1 Usamuweli 27

1 Usamuweli 27:5-12