1 Usamuweli 27:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAkishe, Ukuba ke ngoku ùndibabale, ndínike indawo komnye umzi wasezweni, ndihlale khona; yini na ukuba umkhonzi wakho ahlale ndawonye nawe emzini wakomkhulu?

1 Usamuweli 27

1 Usamuweli 27:1-9