1 Usamuweli 27:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wahlala noAkishe eGati, yena namadoda akhe, yayileyo yanendlu yayo; uDavide enabafazi bakhe bobabini, uAhinowam waseYizereli, noAbhigali waseKarmele, umkaNabhali.

1 Usamuweli 27

1 Usamuweli 27:1-12