1 Usamuweli 26:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asinto ilungileyo le uyenzileyo. Ehleli nje uYehova, ningoonyana bokufa, ningayigcinanga nje inkosi yenu, umthanjiswa kaYehova. Khangela kaloku, iphi na intshuntshe yokumkani, neselwa lamanzi elibe lingasentlokweni yakhe?

1 Usamuweli 26

1 Usamuweli 26:11-25