1 Usamuweli 26:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamemeza uDavide ebantwini nakuAbhinere unyana kaNere, esithi, Akuphenduli na, Abhinere? Waphendula uAbhinere, wathi, Ungubani na wena umemezayo kukumkani?

1 Usamuweli 26

1 Usamuweli 26:5-22