1 Usamuweli 25:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Buza kumadodana akho, okuxelela. Makababalwe nguwe la madodana akowethu, ngokuba sifike ngemini elungileyo. Khawubanike abakhonzi bakho, nonyana wakho uDavide, into esithe sayifumana isandla sakho.

1 Usamuweli 25

1 Usamuweli 25:5-12