1 Usamuweli 25:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uSawule wayethe uMikali, intombi yakhe, umkaDavide, wamnika uFaliti, unyana kaLayishe waseGalim.

1 Usamuweli 25

1 Usamuweli 25:38-44