1 Usamuweli 25:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawumxolele umkhonzazana wakho ukreqo lwakhe; ngokuba, inene, uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu eqinileyo; ngokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova; ububi abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.

1 Usamuweli 25

1 Usamuweli 25:19-31