1 Usamuweli 25:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UNabhali wabaphendula abakhonzi bakaDavide, wathi, Ngubani na yena uDavide? Ngubani na unyana kaYese? Azi namhla baninzi abakhonzi abakreqayo, elowo enkosini yakhe.

1 Usamuweli 25

1 Usamuweli 25:5-17