1 Usamuweli 25:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa uSamuweli. Abuthelana onke amaSirayeli, ammbambazelela, amngcwabela endlwini yakhe eRama. Wesuka uDavide, wehla waya entlango yeParan.

1 Usamuweli 25

1 Usamuweli 25:1-8