1 Usamuweli 23:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaxelwa kuSawule, ukuba uDavide ufikile eKehila. Wathi uSawule, UThixo umlahlele esandleni sam; ngokuba uzivalele ngokungena emzini oneengcango nemivalo.

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:3-14