1 Usamuweli 23:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya ke uDavide namadoda akwakhe eKehila, walwa namaFilisti, wayiqhuba imfuyo yawo, wawabulala kakhulu. Wabasindisa ke uDavide abemi beKehila.

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:3-13