1 Usamuweli 23:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi amadoda akwaDavide kuye, Nanku thina sisoyika, sikwaYuda apha. Sobeka phi na, xa sithe saya eKehila, ezintlwini zamaFilisti?

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:1-7