1 Usamuweli 23:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya ke uSawule ekumsukeleni uDavide, waya kuwahlangabeza amaFilisti. Ngenxa yoko kwathiwa loo ndawo yiSelahamalekoti.*

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:21-29