1 Usamuweli 23:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musa ukoyika, ngokuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana. Wena uya kuba ngukumkani kumaSirayeli, mna ndibe nganeno kwakho; kananjalo uSawule ubawo uyakwazi kakuhle oku.

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:9-27