1 Usamuweli 23:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uDavide namadoda akhe, bekumakhulu amathandathu amadoda, baphuma eKehila, bahamba apho bangahamba khona. Waxelelwa uSawule ukuba uDavide usabile eKehila; wayeka, akaphuma.

1 Usamuweli 23

1 Usamuweli 23:12-20