1 Usamuweli 22:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uDowegi umEdom, obemiswe phezu kwabakhonzi bakaSawule, wathi, Ndimbonile unyana kaYese efika eNobhi, kuAhimeleki, unyana ka-Ahitubhi.

1 Usamuweli 22

1 Usamuweli 22:7-13