1 Usamuweli 22:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye, Khanive, nyana bakaBhenjamin, unyana kaYese woninika amasimi nezidiliya nonke niphela yini na; anenze abathetheli-mawaka nabathetheli-makhulu nonke niphela yini na;

1 Usamuweli 22

1 Usamuweli 22:4-15