1 Usamuweli 22:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuDowegi, Jika wena, uxabele kubabingeleli. Wajika ke uDowegi umEdom, waxabela yena kubabingeleli, wabulala ngaloo mini amashumi asibhozo anamahlanu amadoda enxibe iefodi* yelinen emhlophe.

1 Usamuweli 22

1 Usamuweli 22:15-23