1 Usamuweli 21:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi umbingeleli, Ikrele likaGoliyati umFilisti, owambulala entilini kaEla, nali lisongelwe engutyeni emva kwe-efodi.* Ukuba uyalithabatha, lithabathe; ngokuba akukho limbi. Wathi uDavide, Akukho linjengálo, ndinike lona.

1 Usamuweli 21

1 Usamuweli 21:8-15