1 Usamuweli 21:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide waya eNobhi kuAhimeleki, umbingeleli. UAhimeleki wamkhawulela uDavide egubha, wathi kuye, Yini na ukuba uze wedwa, kungekho ndoda ihamba nawe.

1 Usamuweli 21

1 Usamuweli 21:1-5