1 Usamuweli 20:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba uyihlo uthe wandifuna, wòthi wena, Úcele kum wandibongoza uDavide, ukuba agidime aye eBhetelehem emzini wakowabo; ngokuba kukho umbingelelo weminyaka ngeminyaka apho, owenzelwa umzi wonke wakowabo.

1 Usamuweli 20

1 Usamuweli 20:1-11