1 Usamuweli 20:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kumfana, Khawubaleke, uzithabathe iintolo endizixunayo. Umfana wabaleka; ke yena wazixuna iintolo, ukuze zigqithe kuye.

1 Usamuweli 20

1 Usamuweli 20:30-37