1 Usamuweli 20:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba yonke imihla, unyana kaYese aya kudla ubomi ngayo emhlabeni, akuyi kuqiniseka wena nobukumkani bakho. Thumela ngoko, umzise kum, ngokuba engumntwana wokufa.

1 Usamuweli 20

1 Usamuweli 20:22-36