1 Usamuweli 20:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wathi, Khawundiyeke ndiye; ngokuba kukho umbingelelo wemizalwane yakowethu ekhaya; ke yena umkhuluwa wam undiwisele umthetho; kaloku ukuba ùndibabale, makhe ndigidime, ndibone umkhuluwa wam. Kungenxa yoko angezanga etafileni yokumkani.

1 Usamuweli 20

1 Usamuweli 20:27-32