1 Usamuweli 20:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, ndiya kumthuma umfana, ndithi, Yiya, uzithabathe iintolo. Ukuba ndithe kumfana, Nanzi iintolo, zinganeno kwakho, zithabathe: wòza wena; ngokuba koba kuluxolo kuwe, akukho nto, ehleli nje uYehova.

1 Usamuweli 20

1 Usamuweli 20:13-27