1 Usamuweli 2:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukubone ukubandezelwa kwekhaya lam ezintweni zonke uThixo aya kuwenzela okulungileyo ngazo amaSirayeli; kungabikho ngwevu endlwini yakho imihla yonke.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:24-35