1 Usamuweli 2:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba umntu uthe wona umntu, uThixo uyamlamlela; ke ukuba umntu uthe wona kuYehova, ngubani na oya kumlamlela? Àbaliphulaphula izwi likayise; kuba uYehova ubefuna ukubabulala.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:18-33