1 Usamuweli 2:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uEli ubeselemdala kakhulu; wayiva yonke into ababeyenza oonyana bakhe kumaSirayeli onke, kwanokuba babelala nabafazi ababekhonza emnyango wentente yokuhlangana.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:21-28