1 Usamuweli 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Unina ubemenzela ingubo yokwaleka, anyuke nayo, ayise kuye iminyaka ngeminyaka ekunyukeni kwakhe nendoda yakhe, ukuza kubingelela umbingelelo womnyaka.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:17-25