1 Usamuweli 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathandaza uHana, wathi,Intliziyo yam idlamkile ngoYehova,Uphondo lwam luphakanyisiwe nguYehova.Uvulekile umlomo wam kakhulu ngazo iintshaba zam;Ngokuba ndivuyele usindiso lwakho.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:1-11