1 Usamuweli 19:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYonatan wambiza uDavide; uYonatan wamxelela la mazwi onke. UYonatan wamzisa uDavide kuSawule; waba phambi kwakhe, njengangaphambili.

1 Usamuweli 19

1 Usamuweli 19:1-14