1 Usamuweli 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYonatan wathetha okulungileyo ngoDavide kuSawule uyise, wathi kuye, Makangoni ukumkani kumkhonzi wakhe uDavide; ngokuba akonanga kuwe; kuba izenzo zakhe zithe zalunga kunene kuwe;

1 Usamuweli 19

1 Usamuweli 19:3-14