1 Usamuweli 19:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazihluba naye iingubo zakhe, waprofeta naye phambi koSamuweli, wawa phantsi ezé yonke loo mini, nobo busuku bonke. Ngenxa yoko kwathiwa, Ukúbaprofet noSawule na?

1 Usamuweli 19

1 Usamuweli 19:18-24