1 Usamuweli 18:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma uDavide, waya apho wathunywa khona nguSawule, wenza ngengqiqo. USawule wammisa phezu kwamadoda okulwa; walunga emehlweni abantu bonke, nasemehlweni abakhonzi bakaSawule.

1 Usamuweli 18

1 Usamuweli 18:1-7