1 Usamuweli 18:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule kuDavide, Nantso intombi yam enkulu, uMerabhi; ndiya kunika ibe ngumkakho; kodwa yiba ngumfo onobukroti kum, ulwe iimfazwe zikaYehova. USawule ebesithi, Makungafiki esam isandla kuye, makufike esamaFilisti isandla kuye.

1 Usamuweli 18

1 Usamuweli 18:9-27