1 Usamuweli 17:58 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule kuye, Ùngunyana kabani na, mfanandini? Wathi uDavide, Ndingunyana womkhonzi wakho, uYese waseBhetelehem.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:57-58