1 Usamuweli 17:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide walibhinqa ikrele ngaphezu kweengubo zakhe, wazama ukuhamba ngazo; ngokuba ebengekazilingi. Wathi uDavide kuSawule, Andinako ukuhamba nezi zinto, ngokuba andizilinganga. UDavide wazihluba.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:34-44