1 Usamuweli 17:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndaphuma, ndayilandela, ndayibetha, ndalihlangula ixhwane emlonyeni wayo. Yesuka phezu kwam, ndayibamba ngodevu lwayo, ndayibetha, ndayibulala.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:30-39